AfricaComplaints.com » Traveling & Tourism » Complaint / review: Translux/City To City - Bad travel experience | #126664

Translux/City To City
Bad travel experience

Had a very bad travelling experience with the above mentiined company. A schedulled 05H15 ended up being a 10H15 arrival. From changing our initial Translux travel to their lower fare City to City, Translux no show, City to City show and go on to punch, and staying in a bus on N3 north around Mooi river area. Who knows what could've happened.
Ndineliso nje ndibonile, ndinendlebe nje ndivile, ndiyabulela ke ngempatho embi oluhlobo ngathi ndicenge u Prasa/Translux/City to city ba andithwale. Kaloku bethuna nini enithenge izithuthi nabhalisa ke ukusithutha sibabahlali, ngoko keimpatho mayibentle kuba sibethe imanli kaloku xa sizothatha uhambo.
Mandiyicacise yona le yenkathalo engekhoyo, lonto leyo umqhubi ujongene nokuqhuba, engenziwanga ngomnye ongaziwayo nokuba ngubani ke phofu ayinamsebenzi. Fike emsebenzini emva kwentsimbi yeshumi elinanye, yooh wawukhe wayivaphi lonto. Lonto ke xa ingumgibeli sithuthi ofike emva kwexesha uyashiywa. Hey nindohlule ke namhlanje bahlali bakwa Prasa/Translux. My email address: [Email Removed]

Date:

Company: Translux/City To City

Country: South Africa   City: KOkstad to Johannesburg

Category: Traveling & Tourism

0 comments

Information
Only registered users can leave comments.
Please Register on our website, it will take a few seconds.




Quick Registration via social networks:
Login with FacebookLogin with Google